Numbers 14:38 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa u‐Yoshuwa unyana ka‐Nune, no‐Kalebi unyana ka‐Jefune, bona babesahleli kuwo amadoda lawo abeyile ukupanda ilizwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwasala uYoshuwa unyana kaNun, noKalebhi unyana kaYefune, kuloo madoda abeye kulihlola ilizwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa uYoshuwa unyana kaNun noKalebhi unyana kaYefune, ababephakathi kwamadoda awayeye kuhlola ilizwe, babesaphila.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwelo shumi linambini leentlola kwasinda uYoshuwa noKalebhi kuphela.