Numbers 14:41 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko u‐Mosesi wati: Kunganina lento niya kugqita ilizwi likayehova? ngokuba oko kungayi kutamsanqeleka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uMoses, Yini na, le nto niwugqithayo umlomo kaYehova? Le nto ayiyi kuphumelela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uMoses, Yini na ukuba niwaphule umthetho kaYehova? kodwa ayiyi kuphumelela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke uMosis wawanqanda esithi: “Kutheni nitsiba umyalelo kaNdikhoyo nje?