Numbers 14:42 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Maningenyuki, ngokuba uyehova engeko pakati kwenu; ukuze ningoyiswa pambi kwentshaba zenu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Musani ukunyuka, kuba uYehova akakho phakathi kwenu;ningagxothwa ziintshaba zenu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Musani ukunyuka, kuba uYehova akakho phakathi kwenu; hleze nigxothwe ziintshaba zenu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Aniyi kuba nampumelelo. Musan' ukuya, kuba uNdikhoyo akakho ngakuni; ngoko ke niya koyiswa ziintshaba.