Numbers 14:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bandul’ ukuwa u‐Mosesi no‐Arone ngobuso babo, pambi kwawo wonke umhlambi wentlanganiso yosapo luka‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bawa ooMoses noAron ngobuso babo phambi kwesikhungu sonke sebandla loonyana bakaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bawa ngobuso uMoses noAron phambi kwebandla lonke lebandla loonyana bakaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwesi sithuba ke uMosis noAron bathi guqaqa apho phambi kwebandla lakwaSirayeli liphela.