Numbers 15:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Teta nosapo luka‐Sirayeli, uti kulo: Nxa niya kufika ezweni apo ndinizisayo kona,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Thetha koonyana bakaSirayeli, uthi kubo, Ekufikeni kwenu ezweni elondinisa kulo,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Thetha koonyana bakaSirayeli, uthi kubo, Xa nithe nafika kulo ilizwe elo ndinisa kulo,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
makathethe namaSirayeli, athi: “Nakufika kwilizwe endinisa kulo,