Numbers 15:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Teta nosapo luka‐Sirayeli, uti kulo: Nxa niya kuza elizweni lamakaya enu, endinipa lona;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Thetha koonyana bakaSirayeli, uthi kubo, Xa nithe nafika ezweni lokuhlala kwenu endininika lona,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Thetha koonyana bakaSirayeli, uthi kubo, Xa nithe nafika ezweni lezakhiwo zenu endininika lona,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
makathethe namaSirayeli, athi: “Nakuba nifikile kwelo zwe ndininike lona ukuba libe lelenu,