Numbers 15:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjako nxa niposisile, ningenzanga ngayo yonke lemiyalelo, ayitetileyo uyehova ku‐Mosesi;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Xa nithe nalahleka, anayenza le mithetho yonke ayithethileyo uYehova kuMoses,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba nithe nalahleka, anayigcina yonke imithetho abethe uYehova wayiwisela uMoses;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waqhuba wathi *uNdikhoyo: “Xa kwenzekile ukuba umntu othile ayaphule ngempazamo le miyalelo inikwe uMosis nguNdikhoyo,