Numbers 15:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kwandule kuxolelwe yonke intlanganiso yosapo luka‐Sirayeli, nowasemzini opambukeleyo pakati kwalo; ngokuba bekuhl ela bonke abantu ngesiposo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Loxolelwa ke lonke ibandla loonyana bakaSirayeli, nomphambukeli ophambukele phakathi kwenu, ngokuba kubahlele oku abantu bonke ngokulahleka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Loxolelwa ke lonke ibandla loonyana bakaSirayeli, nomphambukeli ophambukele phakathi kwenu; kuba bonke abantu bebengazi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ibandla liphela ndawonye nabangeneleli baya kuxolelwa, kuba kaloku xa bebonke iyababandakanya le mpazamo.