Numbers 15:31 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ilizwi likayehova elidelile, nomyalelo wake ewapule, kukona aya kugqityelwa ukunqanyulwa umntu lowo; inkohlakalo yake yoba pezu kwake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba ulidelile ilizwi likaYehova, uwaphule nomyalelo wakhe; loo mphefumlo wonqanyulwa kanye, ubugwenxa buphezu kwawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba ulidelile ilizwi likaYehova, uwaphule nomyalelo wakhe: loo mphefumlo wohlwaywa ngesiqalekiso; ubugwenxa bakhe buphezu kwakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kuba akalikhathalelanga ilizwi likaNdikhoyo, waza wawaphula umyalelo wakhe ngabom. Xa kunjalo ke woba uzenzakalise ngokwakhe.”