Numbers 15:32 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KEKALOKU usapo luka‐Sirayeli lwakuba sentlango, lwafumana indoda iteza inkuni ngemini yesabata.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi, oonyana bakaSirayeli besentlango, bafumana umntu etheza iinkuni ngomhla wesabatha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwathi, oonyana bakaSirayeli besentlango, bafumana umntu ethwele iinkuni ngomhla wesabatha.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngamhla uthile amaSirayeli eselapho entlango kwabhaqwa umntu etheza *ngoMhla wokuPhumla.