Numbers 16:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KEKALOKU u‐Kora, unyana ka‐Yitsare, unyana ka‐Kohati, unyana ka‐Levi, watabata kwa u‐Datane no‐Abirame, onyana baka‐Eliyabe, no‐One, unyana ka‐Pelete, onyana baka‐Rubene;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku uKora, unyana kaItsare, unyana kaKehati, unyana kaLevi, noDatan noAbhiram oonyana bakaEliyabhi, no-On unyana kaPelete, oonyana bakaRubhen,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uKore, unyana kaItsare, unyana kaKehati, unyana kaLevi, noDatan, noAbhiram, oonyana bakaEliyabhi, no-On unyana kaPelete, oonyana bakaRubhen.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UKora unyana kaIzare, umKohati wendlu kaLevi, wagaya amadoda athile, baza bamvukela uMosis. Wayekunye namaRubhen, uDatan noAbhiram, oonyana bakaEliyabhi, no-On unyana kaPelete. Babexhaswa naziinkokheli ezaziwayo zamaSirayeli ezazalathwe ngumzi ukuba zibe liqoqo, zingamakhulu amabini anamashumi amahlanu.