Numbers 16:2 — Compare Translations
3 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
abasukayo pambi kwo‐Mosesi, benamadoda amakulu mabini anamashumi mahlanu elusatsheni luka‐Sirayeli, inkosi zentlanganiso, abadumileyo entlanganisweni, amadoda egama.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
bathabatha amadoda angamakhulu amabini, anamanci mahlanu, akoonyana bakaSirayeli, izikhulu zebandla ezanyulwa yintlanganiso, amadoda anodumo; bavukelana noMoses.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bema phambi koMoses, ndawonye nabanye boonyana bakaSirayeli, iinkosana zebandla ezingamakhulu amabini anamashumi amahlanu, ezaziwayo ebandleni, nezazidumileyo;