Numbers 16:29 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba kunjengokufa kwabantu bonke kufayo aba, nokuba kungokwohlwaywa kwabantu bonke kwohlwaywa bona, uyehova akanditumanga.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba aba bathe bafa ngokufa kwabantu bonke, nokuba bathe bavelelwa ngokuvelelwa kwabantu bonke, woba uYehova akandithumanga.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba aba bathe bafa ngokufa kwabantu bonke, nokuba bathe bathweswa isohlwayo sabantu bonke; uYehova akandithumanga.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba la madoda abulewe zizifo nje eziqhelekileyo, ze nazi ukuba akandithumanga uNdikhoyo.