Numbers 16:31 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwati, akuba egqibile ukuteta onke lamazwi, umhlaba opantsi kwawo wacandeka;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi, ukugqiba kwakhe ukuwathetha onke la mazwi, wacandeka umhlaba obuphantsi kwabo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akugqiba ukuwathetha onke la mazwi, waqhekeka umhlaba obuphantsi kwabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi ke egqiba nje ukuthetha, suka waqhekeka umhlaba!