Numbers 16:32 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
waza umhlaba wavula umlomo wawo, wawaginya wona, nendlu zawo, nabo bonke abantu aba lunge kuye u‐Kora, nayo yonke impahla.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
umhlaba wawuvula umlomo wawo, wabaginya, nezindlu zabo, nabantu bonke bakaKora, nempahla yabo yonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko umhlaba wawuvula umlomo wawo waza wabaginya bona nezindlu zabo nabo bonke abantu bakaKora nempahla yabo yonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bimbilili wabaginya ooDatan noAbhiram ndawonye nemizi yabo, ngokunjalo nabalandeli bakaKora nako konke ababenako.