Numbers 16:35 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kupuma umlilo kuyehova, wawagqibela lomadoda amakulu mabini anamashumi mahlanu abenikela isiqumiso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwaphuma umlilo kuYehova, wawadla amadoda angamakhulu amabini anamanci mahlanu, asondeza isiqhumiso.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwandula ke kwaphuma umlilo ovela kuYehova waza watshisa amadoda angamakhulu amabini anamashumi amahlanu awayezisa isiqhumiso.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwaza ke kwaphuma umlilo uvela kuNdikhoyo, wawalenya atsha loo makhulu mabini anamashumi amahlanu amadoda awayesondeza isiqhumiso.