Numbers 16:7 — Compare Translations
3 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
niti kusasa nifake kuzo umlilo, nibeke kuzo nesiqumiso pambi kwoyehova; kwakuya kuti, londoda aya kuyinyula uyehova, yiyo eya kuba ngcwele: kwanele nina, bonyana baka‐Levi!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nibeke umlilo kuzo, nibeke isiqhumiso phezu kwazo phambi koYehova ngomso. Kothi, umntu athe uYehova wamnyula abe ngcwele yena; senanele nina, nyana bakaLevi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Galela umlilo kuyo uze ugalele nesiqhumiso kuso phambi koYehova, yaye umntu athe uYehova wamnyula woba ngcwele; nidla kakhulu, nyana bakaLevi.