Numbers 17:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Osukuba eka asondele etabanakeleni kayehova uya kufa: kanene siya kugqityelwa ngokuqauka na?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bonke abasondelayo, abasondela emnqubeni kaYehova, baya kufa. Siya kubhubha sigqibele na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nabani na osondela ententeni kaYehova uya kufa; Sodlula ekufeni na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nomntu othe cakatha nje ukusondela esibingelelweni uza kufa. Ngaba ke siza kufa sonke?”