Numbers 17:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Negama lika‐Arone uya kuba̔la lona pezu kwentonga ka‐Levi: ngokuba intonga nye iya kuba koyintloko yezindlu zoyise zalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wobhala igama lika-Aron entongeni yakwaLevi; kuba yoba nye intonga yentloko yendlu yooyise.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wobhala igama lika-Aron entongeni yakwaLevi, kuba yoba nye intonga yentloko yezindlu zooyise.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
uze ubhale igama lika-Aron kwintonga yendlu kaLevi. Ngoko ke inkokheli yendlu nganye yoba nentonga yayo.