Numbers 18:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nakubo onyana baka‐Levi, bona ke, ndinikile zonke izishumi kwa‐Sirayeli zibe lilifa, ngenxa yenkonzo yabo abakonza ngayo, kwa inkonzo yentente yentlangano.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uyabona, oonyana bakaLevi ndibanika zonke izishumi kwaSirayeli, ukuba zibe lilifa, ngenxa yomsebenzi wabo abasebenza wona, umsebenzi wentente yokuhlangana;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uyabona, oonyana bakaLevi ndibanika zonke izishumi kwaSirayeli, ukuba zibe lilifa, ngenxa yomsebenzi wabo, wenkonzo yentente yokuhlangana;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
*UNdikhoyo wathi: “Sonke isishumi esivela kumaSirayeli soba yinxaxheba yabaLevi ngenxa yoxanduva lokujonga *isibingelelo.