Numbers 18:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa aba‐Levi bona baya kuyenza inkonzo yentente yentlangano, batwale nokutwala inkohlakalo yabo: kwoba ngummiselwa ongunapakade ngezizukulwana zenu, ukuba bangalamkeli ilifa pakati kwosapo luka‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke bona abaLevi bosebenza umsebenzi wentente yokuhlangana, babuthwale ubugwenxa babo; ngummiselo ongunaphakade ezizukulwaneni zenu. Abayi kuba nalifa phakathi koonyana bakaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke bona abaLevi bosebenza umsebenzi wentente yokuhlangana, bathwale ubugwenxa babo; ibe ngummiselo ongunaphakade ezizukulwaneni zenu, ukuze bangabi nalifa phakathi koonyana bakaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke ukusukela ngoku ngabaLevi kuphela amabajongane nesibingelelo, sibe luxanduva lwabo ngokupheleleyo. Lo mthetho ke uya kuhlala umi nakwizizukulwana ezizayo. AbaLevi abasayi kuze babe nalifa lilelinye kwaSirayeli,