Numbers 18:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Babeya kugcina isigcinelo sako, nesigcinelo sentente yonke; koko bengayi kusondela kuzo impahla zeyingcwele indawo, nakuso isibingelo, ukuba bangafi, kwa bona, nani kanjalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bogcina isigxina sakho nesigxina sentente yonke; kodwa empahleni yengcwele nasesibingelelweni mabangasondeli, ukuze bangafi bona aba kwanani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Boyigcina inkonzo yenu nenkonzo yomnquba uphela; kodwa mabangasondeli empahleni yengcwele nasesibingelelweni, hleze bafe, ningasondeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
AbaLevi baya kujongwa nguwe ngokwemisebenzi yabo esibingelelweni, kodwa mabangasondeli nokusondela kwimpahla yegumbi eliyingcwele okanye eqongeni lamadini, kungenjalo baya kufa kunye nani.