Numbers 18:31 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Naniya kudla oko kuzo zonke indawo, nina nendlu yenu: ngokuba kungumvuzo kuni ngenxa yenkonzo yenu ententeni yentlangano.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nokudla oko ezindaweni zonke, nina nezindlu zenu; kuba ngumvuzo wenu ngenxa yomsebenzi wenu ententeni yokuhlangana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zidleni kuzo zonke iindawo, nina nemizalwane yenu, kuba ngumvuzo wenu lowo ngomsebenzi wenu ententeni yokuhlangana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke into eseleyo yeyenu neentsapho zenu; ningayityela naphi na, kuba niyinikwa ingumvuzo womsebenzi wenu *esibingelelweni.