Numbers 18:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bobandakanyelwa kuwe, bagcine isigcinelo sayo intente yentlangano, kuyo yonke inkonzo yentente: kanti owasemzini akayi kusondela kuni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bonamathela kuwe, bagcine isigxina sentente yokuhlangana emsebenzini wonke wayo intente; ke owase unzini aze angasondeli kuni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bohlangana nawe, bagcine umsebenzi wentente yokuhlangana emsebenzini wonke wenkonzo yentente; owasemzini akayi kuza kuwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umsebenzi wabo baya kuwufezekisa ngokuncedisana nani esibingelelweni, ke yena umntu ongomnye ongenalungelo angaze asebenze nanini esibingelelweni.