Numbers 19:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uya kuzihlambulula ngawo ngowesitatu umhla, ati ngowesixe̔nxe umhla abe ecokisekile; kodwa ukuba akazihlambululi ngomhla wesitatu, akayi kuba ecokisekile ngomhla wesixe̔nxe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wothi ngomhla wesithathu nangomhla wesixhenxe azihlambulule isono, ahlambululeke ke. Ukuba ke akathanga azihlambulule isono ngomhla wesithathu nangomhla wesixhenxe akayi kuba uhlambulukile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wothi ngomhla wesithathu azihlambulule isono, nangomhla wesixhenxe wohlambuluka; Ukuba ke akazihlambululanga ngosuku lwesithathu, akayi kuba uhlambulukile ngomhla wesixhenxe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke kofuneka azihlambulule ngamanzi entlambululo kusuku lwesithathu, ngokunjalo nangolwesixhenxe, ukuze abe uhlambulukile. Kambe ke ukuba akazihlambululanga kuzo zombini ezi ntsuku, olwesithathu nolwesixhenxe, akayi kuhlambuluka.