Numbers 2:14 — Compare Translations

3 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kuya kwongezwa nesizwe sika‐Gadi: inkosi yonyana baka‐Gadi yoba ngu‐Eliyasafa, unyana ka‐Rehule.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ize kulandele isizwe sakwaGadi; inkulu yoonyana bakaGadi nguEliyasafu, unyana kaRehuweli;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Isizwe sakwaGadi; yaye uEliyasafu unyana kaRehuweli uya kuba yinkokeli yoonyana bakaGadi;