Numbers 2:22 — Compare Translations

3 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kuya kwongezwa nesizwe sika‐Benjamine: inkosi yonyana baka‐Benjamine yoba ngu‐Abidane, unyana ka‐Gideyoni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuze kulandele isizwe sakwaBhenjamin; inkulu yoonyana bakaBhenjamin nguAbhidan, unyana kaGidiyoni;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ize kulandele isizwe sakwaBhenjamin; yaye uAbhidan, unyana kaGidiyon, uya kuba yinganga yoonyana bakaBhenjamin.