Numbers 2:29 — Compare Translations

3 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kuya kwongezwa nesizwe sika‐Nefatali: inkosi yonyana baka‐Nefatali yoba ngu‐Ahira, unyana ka‐Henani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ize kulandele isizwe sakwaNafetali; inkulu yoonyana bakaNafetali nguAhira, unyana kaEnan;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nesizwe sakwaNafetali; yaye uAhira, unyana kaEnan, uya kuba yinganga yoonyana bakaNafetali;