Numbers 2:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nabati waca ngakuye boba sisizwe sika‐Yisakare: inkosi yonyana baka‐Yisakare yoba ngu‐Netaneli, unyana ka‐Tsuhare.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abomisa ngakuye yoba sisizwe sakwaIsakare; inkulu yoonyana bakaIsakare nguNathaniyeli, unyana kaTsuhare;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abomisa ngakuye sisizwe sakwaIsakare; yaye uNataniyeli unyana kaTsuhare uya kuba yinkokeli yoonyana bakaIsakare;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Ke bona abakwaLevi baya kuhamba bephethe intente *yesibingelelo. Baya kuhamba phakathi embindini wezi zindlu xa zizonke. Onke amaqela aya kuhamba kwangalaa ndlela abemi ngayo, iqela ngalinye phantsi kwembasa yalo.