Numbers 2:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bonke ababalweyo basebandleni lika‐Juda, bebengamawaka alikulu elinamashumi asibozo enesitandatu, anamakulu mane, ngemikosi yabo. Baya kunduluka kuqala aba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bonke ke ababalelwa eminqubeni yakwaYuda likhulu lamawaka, anamanci osibhozo amawaka, anesithandathu samawaka, anamakhulu mane, ngokwemikhosi yabo. Bonduluka kuqala bona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bonke ke ababalelwa eminqubeni yakwaYuda likhulu elinamanci asibhozo anesithandathu samawaka, ngokwemikhosi yabo. Oku kuya kucaciswa kuqala.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngokomlomo kaNdikhoyo kuMosis bona abaLevi abakho kweli nani lamaSirayeli.