Numbers 20:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KWATI kwakufika usapo luka‐Sirayeli, intlanganiso yonke, entlango ye‐Tsine, ngenyanga yokuqala, bahlala abantu e‐Kadeshe: wati u‐Miriyame wafa kona, wancw̔atywa kona kanjalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bafika oonyana bakaSirayeli, lonke ibandla, entlango yaseTsin ngenyanga yokuqala; bahlala abantu eKadeshe. Wafela khona uMiriyam, wangcwatyelwa khona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bafika oonyana bakaSirayeli, lonke ibandla, entlango yaseTsin ngenyanga yokuqala; bahlala abantu eKadeshe wafela khona uMiriyam, wangcwatyelwa khona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwathi ngenyanga yokuqala uSirayeli ephela wagaleleka kwintlango iZin, waza wamisa eKadeshe. Apho ke kulapho wafa waza wangcwatyelwa khona uMiriyam.