Numbers 20:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza u‐Mosesi no‐Arone babuta intlanganiso ngapambi kweliwa, wati u‐Mosesi kubo: Pulapulani ke, nina bangevayo! sinipumisele amanzi kweliliwa yinina?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wasibizela ndawonye uMoses noAron isikhungu phambi kwengxondorha leyo, wathi kubo, Khanive, nina baneenkani.Sinikhuphele amanzi kule ngxondorha na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uMoses noAron balibizela ndawonye ibandla phambi kweliwa, bathi kulo: “Phulaphulani, nina banemvukelo! Sakhupha amanzi kweli litye na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yena noAron bawaqokelela onke amaSirayeli apho phambi kweliwa, waza wathi uMosis: “Phulaphulani, nina baqhankqalazi! Ngaba nifuna sikhuphe amanzi kweli liwa?”