Numbers 20:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
La ngamanzi e‐Meriba, ngokuba lwapikayo usapo luka‐Sirayeli noyehova; waza wangcwaliswa ngalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngawo lawo amanzi aseMeribha, ababambana ngawo oonyana bakaSirayeli noYehova, waza wazingcwalisela bona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngawo la amanzi aseMeribha; ngokuba bakreqa oonyana bakaSirayeli kuYehova, wazenza inqambi ngabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Esi siganeko ke sehla eMeribha apho amaSirayeli amkhalazela khona uNdikhoyo. Ke yena wazibonakalisa kuwo ukuba ungcwele.