Numbers 20:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
WANDULA u‐Mosesi wasusa izigidimi e‐Kadeshe ukuya kukumkani we‐Edome, ukuti: Utsho umzalwana wako u‐Sirayeli ukuti: Uyazi wena yonke inkatazo esihlileyo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UMoses wasusa izigidimi eKadeshe, zaya kuthi kukumkani wakwaEdom, Utsho umzalwana wakho uSirayeli ukuthi, Wena uyakwazi konke ukuxhamleka esafumanana nako.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uMoses wabuya wathuma abathunywa kukumkani wakwaEdom, obeseKadeshe, esithi, mzalwana, Sirayeli, uyazazi wena zonke iimbandezelo ezisihleleyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku uMosis wakhupha abathunywa, baya kukumkani wase-Edom, esithi: “Nanku umyalezo ovela kubantakwenu amaSirayeli: ‘Uyazazi iinzingo ezasihlelayo.