Numbers 20:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
okokuba obawo betu behlela e‐Jipete, nokuba sahlala e‐Jipete imihla yamininzi; nokokuba ama‐Jipete asipata kakubi tina nobawo betu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Behla oobawo, baya eYiputa, sahlala eYiputa imihla emininzi. Asiphatha kakubi amaYiputa, thina noobawo bethu;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Behla oobawo, baya eYiputa, sahlala eYiputa imihla emininzi; asicaphukisa amaYiputa, thina noobawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku ookhokho bethu bafudukela eJiputa, apho sahlala khona iminyaka ngeminyaka. AmaJiputa ke abaphatha kakubi ndawonye nathi.