Numbers 20:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kungeko manzi okuba kusele intlanganiso: basuka babutelana ngaku‐Mosesi nangaku‐Arone.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lalingenamanzi ibandla.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akwabakho manzi apho ebandleni; babizela ndawonye ooMoses noAron.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku kwakungekho manzi kuloo ndawo. Ngoko ke amaSirayeli aqokelelana kuMosis noAron,