Numbers 20:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wala njalo ke u‐Edome ukumvumela u‐Sirayeli acande emideni yake; ngako u‐Sirayeli wapambuka kuye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wala uEdom ukumvumela uSirayeli ukuba acande emdeni wakhe.Wajika ke uSirayeli, wemka kuye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngenxa yoko wala uEdom ukubavumela oonyana bakaSirayeli ukuba bacande ezweni labo; Wemka ke uSirayeli, wemka kuye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku amaSirayeli ajika athatha ndlela yimbi, kuba amaEdom ewalela ukuba anqumle emhlabeni wawo.