Numbers 20:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
uze umhlube u‐Arone izivato zake, umvatise ngazo u‐Elezari unyana wake; ngokuba u‐Arone eya kubutelwa ebantwini bake, afe kona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
umhlube uAron iingubo zakhe, uzambathise uElazare unyana wakhe. UAron wohlanganiselwa kwabakowabo, afele khona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Umhlube ke uAron iingubo zakhe, umnxibe uElazare unyana wakhe, amthabathe uAron, amse ebantwini bakowabo, afele khona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Khona apho ke uze uyithathe iminweba ka-Aron yobubingeleli, uyinxibe uElazare unyana wakhe, kuba uAron yena uza kufa.”