Numbers 21:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lwabuya lwanduluka usapo luka‐Sirayeli, lwaya lwati waca e‐Obote.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Banduluka oonyana bakaSirayeli, baya bamisa iintente eObhoti.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Banduluka oonyana bakaSirayeli, bamisa iintente eObhoti.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
AmaSirayeli ke anduluka, aya kumisa eObhoti.