Numbers 21:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lwanduluka kona, lwaya lwati waca nganeno kwe‐Arenone, esentlango, epumayo emdeni waba‐Amori: ngokuba i‐Arenone ingumda we‐Mowabi, pakati kwe‐Mowabi naba‐Amori.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Banduluka khona, baya bamisa phesheya kweArnon, esentlango, ephuma emdeni wama-Amori; kuba iArnon ngumda wakwaMowabhi, ophakathi kwamaMowabhi nama-Amori.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Anduluka khona, amisa phesheya kweArnon, entlango, ezweni lama-Amori; ngokuba iArnon ngumda wakwaMowabhi, phakathi kwamaMowabhi nama-Amori.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuphuma apha ke aya kumisa kwicala elingentla komlambo iAnoni, kwintlango ehamba iyokuthi xhaxhe kumhlaba wama-Amori. Ke iAnoni le yayingumda owahlula amaMowabhi kuma-Amori.