Numbers 21:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wapulapula uyehova ilizwi lika‐Sirayeli, wanika aba‐Kanane; wada walahlela ekutshatyalalisweni bona nezixeko zabo; ngako igama lalondawo walibiza nge‐Horema.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waliva uYehova ilizwi lamaSirayeli, wamnikela umKanan lowo kuwo, wasingelwa phantsi nemizi yakhe. Kwathiwa igama laloo ndawo yiHorma.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waliva uYehova ilizwi lamaSirayeli, wawanikela amaKanan amaKanan baqalekisa bona nemizi yabo; wathi igama laloo ndawo yiHorma.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngenene ke uNdikhoyo waweva amaSirayeli, waza wawanceda awoyisa awatshabalalisa tu amaKanana ndawonye nezixeko zawo. Loo ndawo ke ayithiya igama eliyiHoma.