Numbers 21:33 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bada bajika benyuka ngendlela yase‐Bashane; waza u‐Hogi, ukumkani we‐Bashane, wapumela ngakubo, yena nabo bonke abantu bake, kuliwe e‐Edrehi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bajika, benyuka ngendlela yaseBhashan. Waphuma uOgi, ukumkani waseBhashan, waya kubahlangabeza, yena nabantu bakhe bonke, ukuba kuliwee-Edreyi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bajika, benyuka ngendlela eya eBhashan; waphuma uOgi, ukumkani waseBhashan, eza kubakhawulela, yena nabantu bakhe bonke, ekulweni e-Edreyi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku amaSirayeli ajika ajonga eBhashan. UOgi, ukumkani waseBhashan, waphuma nomkhosi wakhe, wawahlasela e-Edreyi.