Numbers 21:35 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza bambeta, kwa nonyana bake, nabo bonke abantu bake, kwada akwabi samshiyelwa namnye oseleyo: babamba ilizwe lake kanjalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bambulala yena noonyana bakhe, nabantu bakhe bonke, kwada akwasala usindileyo; balihlutha ilizwe lakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bamoyisa yena noonyana bakhe nabantu bakhe bonke, kwada akwabakho uphilayo, balithimba ilizwe lakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke amaSirayeli ambulala uOgi noonyana bakhe, ngokunjalo nabo bonke abantu bakhe, akashiya nempunde le. Ke wona loo mhlaba wakhe ema kuwo.