Numbers 21:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza uyehova watuma inyoka ezibumliloṙa pakati kwabantu, ezibe ziluma abantu; bafa ke abantu abaninzi bakwa‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYehova wathuma iinyoka ezinobuhlungu ebantwini, zabaluma abantu; kwafa abantu abaninzi bakwaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYehova wathumela iinyoka ezinobuhlungu ebantwini, zabaluma abantu; kwafa abantu abaninzi bakwaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke *uNdikhoyo wawathumela isibetho seenyoka ezinobuhlungu, zawaluma amaSirayeli, kwafa amaninzi.