Numbers 22:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
LWAZA lwanduluka usapo luka‐Sirayeli, lwaya lwati waca ematafeni ase‐Mowabi, nganeno kwe‐Yoredane, malungana ne‐Jeriko.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Banduluka oonyana bakaSirayeli, baya bamisa ezinkqantsoni zakwaMowabhi phesheya kweYordan, malunga neYeriko.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Banduluka oonyana bakaSirayeli, baya bamisa emfuleni wakwaMowabhi, ngasempumalanga kweYordan, malunga neYeriko.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku amaSirayeli anduluka, aza aya kumisa kumathafa aseMowabhi, kwimpuma yeJordan, malunga neJeriko.