Numbers 22:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza utixo wati ku‐Bilame: Akuyi kuhamba nawo; akuyi kuqalekisa abobantu, ngokuba benetamsanqa bona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uThixo kuBhileham, Uze ungahambi nawo, ungabaqalekisi abo bantu, kuba basikelelwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYehova kuBhileham, Musa ukuhamba nawo; Musani ukubaqalekisa abantu, kuba basikelelwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UThixo wathi kuBhalam: “Uze ungahambi nala madoda; uze ungabaqalekisi abo bantu, kuba bathamsanqelekile.”