Numbers 22:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wesuka u‐Bilame kusasa, wati kwinkosana zika‐Balaki: Hambani niye elizweni lenu, ngokuba esala uyehova ukundivumela ukuba ndiye nani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wavuka uBhileham kusasa, wathi kubathetheli bakaBhalaki, Yiyani ezweni lenu; ngokuba uYehova uyala ukundivumela ndihambe nani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wagqiba uBhileham kusasa, wathi kubathetheli bakaBhalaki, Hambani niye ezweni lenu; ngokuba uYehova uyala ukundivumela ndihambe nani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngengomso ke uBhalam wabandulula abathunywa bakaBhalaki, wathi: “Buyelani ezweni lenu, kuba uNdikhoyo akavumi ukuba ndihambe nani.”