Numbers 22:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndiya kukubeka kakulu kunene, nako konke uya kundixelela kona ndiya kukwenza: uze ke ngoko, undiqalekisele abantu aba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba ukukuzukisa kona ndiya kukuzukisa kunene, ndikwenze konke ondixelela kona; khawuze undiqalekisele aba bantu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ndokuzukisa kakhulu, ndikwenze konke ondixelela kona; yiza, undisindisele olu hlanga.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kuba uza kukuhlawula, waye uzimisele ukukwenzela nayiphi na into oyifunayo. Ngoko ke nceda uye kuqalekisa abaya bantu.”