Numbers 22:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lati iqwaṙashekazi, lakubona ingelosi kayehova, lazincinezela ngaseludongeni, laluncinezela unyawo luka‐Bilame ngaseludongeni kanjalo; ngako wapinda walibeta.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Iesile lasibona isithunywa sikaYehova, lagudla udonga, lalugudla unyawo lukaBhileham ngodonga; waphinda walibetha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Iesile lasibona isithunywa sikaYehova, laguqa, nonyawo lukaBhileham eludongeni, layibetha kwakhona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Idonki leyo ithe yakusibona isithunywa eso, yayama uthango olo, latsho lagruzuka unyawo lukaBhalam. Kwakhona uBhalam wayibetha idonki leyo.