Numbers 22:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula uyehova wawuvula umlomo weqwaṙashekazi, elati ku‐Bilame: Ndenze nto nina kuwe, ukuba undibetile lamaxesha omatatu?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wawuvula ke uYehova umlomo we-esile, lathi kuBhileham, Ndikwenze ntoni na, ukuba undibethe lamaxesha mathathu?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wawuvula ke uYehova umlomo we-esile, wathi kuBhileham, Ndikwenze ntoni na, ukuba undibethe kathathu nje?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwesi sithuba ke uNdikhoyo wayenza ukuba ikwazi ukuthetha idonki leyo, yaza ke yathetha yathi kuBhalam: “Kodwa kodwa ndikwenze ntoni? Yintoni kanye ondibethela yona kwezi zihlandlo zozithathu?”